2 Kronike 20:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 UYehoshafati waqhubeka elawula kwaYuda. Wayeneminyaka eyi-35 xa waba ngukumkani, yaye walawula iminyaka eyi-25 eYerusalem. Igama likamama wakhe yayinguAzubha intombi kaShilehi.+
31 UYehoshafati waqhubeka elawula kwaYuda. Wayeneminyaka eyi-35 xa waba ngukumkani, yaye walawula iminyaka eyi-25 eYerusalem. Igama likamama wakhe yayinguAzubha intombi kaShilehi.+