2 Kronike 20:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Enye imbali kaYehoshafati, ukususela ekuqaleni ukuyokutsho ekugqibeleni, ibhalwe emazwini kaYehu+ unyana kaHanani,+ awafakwa eNcwadini YooKumkani BakwaSirayeli. 2 Kronike ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 20:34 IMboniselo,3/15/2009, iphe. 32
34 Enye imbali kaYehoshafati, ukususela ekuqaleni ukuyokutsho ekugqibeleni, ibhalwe emazwini kaYehu+ unyana kaHanani,+ awafakwa eNcwadini YooKumkani BakwaSirayeli.