2 Kronike 21:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Ngoko amhlasela uYuda, atyhoboza, aza azibutha zonke izinto ezazisendlini kakumkani,+ oonyana bakhe nabafazi bakhe. Kwashiyeka nje uYehowahazi,*+ unyana wakhe omncinci.
17 Ngoko amhlasela uYuda, atyhoboza, aza azibutha zonke izinto ezazisendlini kakumkani,+ oonyana bakhe nabafazi bakhe. Kwashiyeka nje uYehowahazi,*+ unyana wakhe omncinci.