2 Kronike 21:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Wayeneminyaka eyi-32 xa waba ngukumkani, yaye walawula iminyaka esibhozo eYerusalem. Akukho mntu wakhathazekayo ngokufa kwakhe. Bamngcwaba kwisiXeko SikaDavide,+ kodwa kungekhona kwindawo yokungcwaba ookumkani.+
20 Wayeneminyaka eyi-32 xa waba ngukumkani, yaye walawula iminyaka esibhozo eYerusalem. Akukho mntu wakhathazekayo ngokufa kwakhe. Bamngcwaba kwisiXeko SikaDavide,+ kodwa kungekhona kwindawo yokungcwaba ookumkani.+