2 Kronike 22:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Walandela icebiso labo waza wahamba noYehoram unyana kaKumkani uAhabhi wakwaSirayeli beyokulwa noKumkani uHazayeli+ waseSiriya eRamoti-giliyadi.+ UYehoram wonzakaliswa ngabatoli apho.
5 Walandela icebiso labo waza wahamba noYehoram unyana kaKumkani uAhabhi wakwaSirayeli beyokulwa noKumkani uHazayeli+ waseSiriya eRamoti-giliyadi.+ UYehoram wonzakaliswa ngabatoli apho.