2 Kronike 22:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Wabuyela eYizereli+ ukuze aphole amanxeba awawafumana eRama xa wayesilwa noKumkani uHazayeli waseSiriya.+ UAhaziya* unyana kaYehoram+ ukumkani wakwaYuda, wehla waya kubona uYehoram+ unyana ka-Ahabhi, kuba wayonzakele.*+
6 Wabuyela eYizereli+ ukuze aphole amanxeba awawafumana eRama xa wayesilwa noKumkani uHazayeli waseSiriya.+ UAhaziya* unyana kaYehoram+ ukumkani wakwaYuda, wehla waya kubona uYehoram+ unyana ka-Ahabhi, kuba wayonzakele.*+