2 Kronike 22:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Uthe uYehu xa eqalisa ukuzisa umgwebo kwindlu ka-Ahabhi, wafumana iinkokheli zakwaYuda noonyana babantakwaboAhaziya, izicaka zika-Ahaziya, wababulala.+
8 Uthe uYehu xa eqalisa ukuzisa umgwebo kwindlu ka-Ahabhi, wafumana iinkokheli zakwaYuda noonyana babantakwaboAhaziya, izicaka zika-Ahaziya, wababulala.+