2 Kronike 23:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Ngonyaka wesixhenxe, uYehoyada waba nesibindi ngokuthi enze isivumelwano neentloko zamakhulu,+ ezizezi: uAzariya unyana kaYeroham, uIshmayeli unyana kaYehohanan, uAzariya unyana kaObhedi, uMahaseya unyana ka-Adaya noElishafati unyana kaZikri.
23 Ngonyaka wesixhenxe, uYehoyada waba nesibindi ngokuthi enze isivumelwano neentloko zamakhulu,+ ezizezi: uAzariya unyana kaYeroham, uIshmayeli unyana kaYehohanan, uAzariya unyana kaObhedi, uMahaseya unyana ka-Adaya noElishafati unyana kaZikri.