2 Kronike 23:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Emva koko bamkhupha unyana kakumkani,+ bamthwalisa isithsaba, bambeka neSingqino,*+ bamenza ukumkani, uYehoyada noonyana bakhe bamthambisa baza bathi: “Phila ngonaphakade kumkani!”+
11 Emva koko bamkhupha unyana kakumkani,+ bamthwalisa isithsaba, bambeka neSingqino,*+ bamenza ukumkani, uYehoyada noonyana bakhe bamthambisa baza bathi: “Phila ngonaphakade kumkani!”+