2 Kronike 24:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 UYehowashe waba ngukumkani eneminyaka esixhenxe,+ yaye walawula iminyaka eyi-40 eYerusalem. Igama likamama wakhe yayinguTsibhiya waseBher-shebha.+
24 UYehowashe waba ngukumkani eneminyaka esixhenxe,+ yaye walawula iminyaka eyi-40 eYerusalem. Igama likamama wakhe yayinguTsibhiya waseBher-shebha.+