-
2 Kronike 24:11IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
11 Xa abaLevi besiza nebhokisi ukuze inikwe ukumkani, baze babone ukuba kukho imali eninzi kuyo, kwakusiza unobhala kakumkani nomphathi wombingeleli oyintloko, bayikhuphe yonke loo mali kuloo bhokisi,+ baze bayibuyisele endaweni yayo. Babesenza le nto yonke imihla, ibe baqokelela imali eninzi kakhulu.
-