2 Kronike 25:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Kodwa hamba wedwa, hamba uyokulwa, uze ube nesibindi emfazweni. UThixo wokwenene angakwenza ukhubeke phambi kotshaba, kuba uThixo unamandla okunceda+ nawokukhubekisa.”
8 Kodwa hamba wedwa, hamba uyokulwa, uze ube nesibindi emfazweni. UThixo wokwenene angakwenza ukhubeke phambi kotshaba, kuba uThixo unamandla okunceda+ nawokukhubekisa.”