2 Kronike 25:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 UAmatsiya wathi kwindoda yoThixo wokwenene: “Kodwa kuza kwenziwa ntoni ngeetalente eziyi-100 endizinike amajoni akwaSirayeli?” Indoda yoThixo wokwenene yathi: “UYehova unako ukukunika nangaphezulu.”+
9 UAmatsiya wathi kwindoda yoThixo wokwenene: “Kodwa kuza kwenziwa ntoni ngeetalente eziyi-100 endizinike amajoni akwaSirayeli?” Indoda yoThixo wokwenene yathi: “UYehova unako ukukunika nangaphezulu.”+