-
2 Kronike 25:10IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
10 Ngoko uAmatsiya wawarhoxisa amajoni awayeze kuye evela kwaEfrayim, wathi mawagoduke. Noko ke, uYuda wawacaphukisa, ngoko agoduka enomsindo kakhulu.
-