-
2 Kronike 25:16IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
16 Wathi loo mprofeti esathetha naye, ukumkani wathi: “Kanene ngaba sakumisela ukuba ube ngumcebisi kakumkani?+ Thula ufe!+ Kutheni kuza kufuneka bakuxabele nje?” Lo mprofeti wayiyeka la nto wayeyithetha, kodwa wathi: “Ndiyazi ukuba uThixo ugqibe kwelokuba akonakalise ngenxa yokuba wenze le nto yaye awalimamela icebiso lam.”+
-