2 Kronike 25:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 UKumkani uAmatsiya wakwaYuda wathetha nabacebisi bakhe, waza wathumela kuYehowashe unyana kaYehowahazi unyana kaYehu ukumkani wakwaSirayeli, umyalezo othi: “Yiza! Masilwe emfazweni.”*+
17 UKumkani uAmatsiya wakwaYuda wathetha nabacebisi bakhe, waza wathumela kuYehowashe unyana kaYehowahazi unyana kaYehu ukumkani wakwaSirayeli, umyalezo othi: “Yiza! Masilwe emfazweni.”*+