2 Kronike 25:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Kodwa uAmatsiya akazange ammamele,+ kuba le nto yayivela kuThixo wokwenene, ukuze abanikele esandleni sotshaba,+ kuba baye balandela oothixo bakwaEdom.+
20 Kodwa uAmatsiya akazange ammamele,+ kuba le nto yayivela kuThixo wokwenene, ukuze abanikele esandleni sotshaba,+ kuba baye balandela oothixo bakwaEdom.+