2 Kronike 25:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Ukususela mhla uAmatsiya wayekayo ukulandela uYehova, bambhunga+ eYerusalem, waza wabalekela eLakishe, kodwa bathumela amadoda ukuba amleqe, aza ambulalela apho.
27 Ukususela mhla uAmatsiya wayekayo ukulandela uYehova, bambhunga+ eYerusalem, waza wabalekela eLakishe, kodwa bathumela amadoda ukuba amleqe, aza ambulalela apho.