2 Kronike 26:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Ngoko bonke abantu bakwaYuda bathatha u-Uziya,+ owayeneminyaka eyi-16, bamenza ukumkani endaweni katata wakhe uAmatsiya.+
26 Ngoko bonke abantu bakwaYuda bathatha u-Uziya,+ owayeneminyaka eyi-16, bamenza ukumkani endaweni katata wakhe uAmatsiya.+