2 Kronike 26:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 U-Uziya+ wayeneminyaka eyi-16 xa waba ngukumkani, yaye walawula iminyaka eyi-52 eYerusalem. Igama likamama wakhe yayinguYekoliya waseYerusalem.+
3 U-Uziya+ wayeneminyaka eyi-16 xa waba ngukumkani, yaye walawula iminyaka eyi-52 eYerusalem. Igama likamama wakhe yayinguYekoliya waseYerusalem.+