2 Kronike 26:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ama-Amoni+ aqalisa ukukhupha umrhumo ku-Uziya. Ekugqibeleni udumo lwakhe lwayokutsho naseYiputa, kuba waba namandla kakhulu.
8 Ama-Amoni+ aqalisa ukukhupha umrhumo ku-Uziya. Ekugqibeleni udumo lwakhe lwayokutsho naseYiputa, kuba waba namandla kakhulu.