15 Wenza noomatshini bemfazwe eYerusalem, beyilwe ziinjineli. Babekwa phezu kweenqaba+ naphezu kweekona zeendonga, yaye babekwazi ukutola iintolo namatye amakhulu. Ngoko waduma nakwiindawo ezikude, kuba wancedwa ngendlela engathethekiyo waza womelela.