2 Kronike 26:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Emva koko u-Uziya walala kookhokho bakhe, bamngcwaba nookhokho bakhe, kodwa bamngcwabela ngaphandle kwendawo yokungcwaba ookumkani, kuba bathi: “Uneqhenqa.” UYotham+ unyana wakhe waba ngukumkani endaweni yakhe.
23 Emva koko u-Uziya walala kookhokho bakhe, bamngcwaba nookhokho bakhe, kodwa bamngcwabela ngaphandle kwendawo yokungcwaba ookumkani, kuba bathi: “Uneqhenqa.” UYotham+ unyana wakhe waba ngukumkani endaweni yakhe.