2 Kronike 28:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 UAhazi+ wayeneminyaka eyi-20 xa waba ngukumkani, ibe walawula iminyaka eyi-16 eYerusalem. Akazange enze izinto ezilungileyo emehlweni kaYehova njengokhokho wakhe uDavide.+
28 UAhazi+ wayeneminyaka eyi-20 xa waba ngukumkani, ibe walawula iminyaka eyi-16 eYerusalem. Akazange enze izinto ezilungileyo emehlweni kaYehova njengokhokho wakhe uDavide.+