2 Kronike 28:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Yena waqhumisa umbingelelo kwiNtlambo Yonyana KaHinom* yaye wabatshisa oonyana bakhe emlilweni,+ esenza izinto ezenyanyekayo ezazisenziwa ziintlanga+ awazigxothayo uYehova phambi kwamaSirayeli.
3 Yena waqhumisa umbingelelo kwiNtlambo Yonyana KaHinom* yaye wabatshisa oonyana bakhe emlilweni,+ esenza izinto ezenyanyekayo ezazisenziwa ziintlanga+ awazigxothayo uYehova phambi kwamaSirayeli.