-
2 Kronike 28:15IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
15 Emva koko amadoda awabizwa ngamagama aphakama, anceda abathinjwa, ngokunika bonke ababehamba ze phakathi kwabo impahla abayithatha kwizinto ababezoxuthile. Babanxibisa, babanika iimbadada, ukutya, into eselwayo namafutha okuthambisa ulusu lwabo. Babakhwelisa kwiidonki bonke abo babengenamandla baza babazisa eYeriko, isixeko semithi yesundu. Emva koko babuyela eSamariya.
-