2 Kronike 28:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Waqalisa ukubingelela koothixo baseDamasko+ ababemoyisile,+ ibe wathi: “Ngenxa yokuba oothixo bookumkani baseSiriya bebanceda, ndiza kubingelela kubo ukuze bandincede nam.”+ Kodwa babangela ukuba yena naye wonke uSirayeli bakhubeke.
23 Waqalisa ukubingelela koothixo baseDamasko+ ababemoyisile,+ ibe wathi: “Ngenxa yokuba oothixo bookumkani baseSiriya bebanceda, ndiza kubingelela kubo ukuze bandincede nam.”+ Kodwa babangela ukuba yena naye wonke uSirayeli bakhubeke.