2 Kronike 28:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 UAhazi walala kookhokho bakhe, ibe bamngcwabela kwisixeko saseYerusalem. Zange bamzise kwindawo yokungcwaba ookumkani bakwaSirayeli.+ UHezekiya unyana wakhe waba ngukumkani endaweni yakhe.
27 UAhazi walala kookhokho bakhe, ibe bamngcwabela kwisixeko saseYerusalem. Zange bamzise kwindawo yokungcwaba ookumkani bakwaSirayeli.+ UHezekiya unyana wakhe waba ngukumkani endaweni yakhe.