2 Kronike 30:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 kuba zange bakwazi ukuyenza ngexesha layo elifanelekileyo,+ kuba babenganelanga ababingeleli abazingcwalisileyo,+ babe nabantu bengekaqokelelani eYerusalem.
3 kuba zange bakwazi ukuyenza ngexesha layo elifanelekileyo,+ kuba babenganelanga ababingeleli abazingcwalisileyo,+ babe nabantu bengekaqokelelani eYerusalem.