2 Kronike 30:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Abathunywa* baya kwisixeko nesixeko, balityhutyha lonke ilizwe lakwaEfrayim nelakwaManase,+ baya nkqu nakwaZebhulon, kodwa abantu bahlekisa ngabo, bebagculela.+
10 Abathunywa* baya kwisixeko nesixeko, balityhutyha lonke ilizwe lakwaEfrayim nelakwaManase,+ baya nkqu nakwaZebhulon, kodwa abantu bahlekisa ngabo, bebagculela.+