2 Kronike 30:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Lonke ibandla lakwaYuda, ababingeleli, abaLevi, lonke ibandla elalivela kwaSirayeli+ nabantu basemzini+ abezayo bevela kwilizwe lakwaSirayeli nabo babehlala kwaYuda, bavuya kakhulu.
25 Lonke ibandla lakwaYuda, ababingeleli, abaLevi, lonke ibandla elalivela kwaSirayeli+ nabantu basemzini+ abezayo bevela kwilizwe lakwaSirayeli nabo babehlala kwaYuda, bavuya kakhulu.