2 Kronike 31:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Kwanikelwa enye yempahla kakumkani ukuze kwenziwe iminikelo etshiswayo,+ kunye neminikelo yakusasa neyangokuhlwa,+ neminikelo etshiswayo yeeSabatha,+ eyokuthwasa kweenyanga+ neyamatheko,+ ngendlela ekubhalwe ngayo kuMthetho kaYehova.
3 Kwanikelwa enye yempahla kakumkani ukuze kwenziwe iminikelo etshiswayo,+ kunye neminikelo yakusasa neyangokuhlwa,+ neminikelo etshiswayo yeeSabatha,+ eyokuthwasa kweenyanga+ neyamatheko,+ ngendlela ekubhalwe ngayo kuMthetho kaYehova.