2 Kronike 31:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Uthe nje wakukhutshwa loo myalelo, amaSirayeli anikela isivuno sokuqala sokutya okuziinkozo, iwayini entsha, ioli,+ ubusi nayo yonke imveliso yamasimi,+ bazisa izishumi zayo yonke into.+
5 Uthe nje wakukhutshwa loo myalelo, amaSirayeli anikela isivuno sokuqala sokutya okuziinkozo, iwayini entsha, ioli,+ ubusi nayo yonke imveliso yamasimi,+ bazisa izishumi zayo yonke into.+