10 waza uAzariya umbingeleli oyintloko wendlu kaTsadoki wathi kuye: “Oko abantu baqalayo ukuzisa iminikelo endlini kaYehova,+ bebesitya bonele kude kushiyeke ukutya okuninzi, kuba uYehova ubasikelele abantu bakhe ibe le mfumba ingaka zizinto ezishiyekileyo.”+