2 Kronike 32:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Ngaphezu koko, ngokuzimisela, walwakha lonke udonga olwaludilikile waza wakha iinqaba kulo, wakha nolunye udonga ngaphandle. Walungisa iNduli*+ YesiXeko SikaDavide, wenza izixhobo ezininzi* namakhaka.
5 Ngaphezu koko, ngokuzimisela, walwakha lonke udonga olwaludilikile waza wakha iinqaba kulo, wakha nolunye udonga ngaphandle. Walungisa iNduli*+ YesiXeko SikaDavide, wenza izixhobo ezininzi* namakhaka.