2 Kronike 32:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Kwelabo icala ngamandla abantu,* kodwa kwelethu sinoYehova uThixo wethu oza kusinceda noza kusilwela amadabi ethu.”+ Abantu bomelezwa ngamazwi kaKumkani uHezekiya wakwaYuda.+
8 Kwelabo icala ngamandla abantu,* kodwa kwelethu sinoYehova uThixo wethu oza kusinceda noza kusilwela amadabi ethu.”+ Abantu bomelezwa ngamazwi kaKumkani uHezekiya wakwaYuda.+