2 Kronike 32:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Ngaloo mihla uHezekiya wagulela ukufa, waza wathandaza kuYehova,+ yena wamphendula waza wamenzela ummangaliso.+
24 Ngaloo mihla uHezekiya wagulela ukufa, waza wathandaza kuYehova,+ yena wamphendula waza wamenzela ummangaliso.+