2 Kronike 32:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Emva koko uHezekiya walala kookhokho bakhe, wangcwatyelwa kwiqhina eliya kumangcwaba oonyana bakaDavide,+ yaye wonke uYuda nabantu baseYerusalem bamenzela imbeko ekufeni kwakhe. UManase unyana wakhe waba ngukumkani endaweni yakhe.
33 Emva koko uHezekiya walala kookhokho bakhe, wangcwatyelwa kwiqhina eliya kumangcwaba oonyana bakaDavide,+ yaye wonke uYuda nabantu baseYerusalem bamenzela imbeko ekufeni kwakhe. UManase unyana wakhe waba ngukumkani endaweni yakhe.