7 Wathatha umfanekiso oqingqiweyo awayewenzile, wawubeka endlini kaThixo wokwenene+ awayethe ngayo uThixo kuDavide nakuSolomon unyana wakhe: “Igama lam ndiza kulibeka ngonaphakade apha kule ndlu naseYerusalem, indawo endayikhethayo phakathi kwazo zonke izizwe zakwaSirayeli.+