2 Kronike 33:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 UAmon+ waba ngukumkani xa wayeneminyaka eyi-22, waza walawula iminyaka emibini eYerusalem.+