Ezra 1:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 1 Ngonyaka wokuqala kaKumkani uKoreshi+ wasePersi, uYehova wenza ukuba uKumkani uKoreshi wasePersi enze isaziso kubo bonke ubukumkani bakhe, aze asibhale phantsi,+ ukuze kwenzeke ngokwelizwi uYehova awalithetha ngoYeremiya.+ Esi saziso sasisithi: Ezra ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:1 IMboniselo,12/15/2008, iphe. 22
1 Ngonyaka wokuqala kaKumkani uKoreshi+ wasePersi, uYehova wenza ukuba uKumkani uKoreshi wasePersi enze isaziso kubo bonke ubukumkani bakhe, aze asibhale phantsi,+ ukuze kwenzeke ngokwelizwi uYehova awalithetha ngoYeremiya.+ Esi saziso sasisithi: