Ezra 2:42 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 42 Naba oonyana boonogada basegeyithini:+ oonyana bakaShalum, oonyana baka-Atere, oonyana bakaTalemoni,+ oonyana baka-Akubhi,+ oonyana bakaHatita noonyana bakaShobhayi, xa bebonke babeyi-139.
42 Naba oonyana boonogada basegeyithini:+ oonyana bakaShalum, oonyana baka-Atere, oonyana bakaTalemoni,+ oonyana baka-Akubhi,+ oonyana bakaHatita noonyana bakaShobhayi, xa bebonke babeyi-139.