Ezra 2:59 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 59 Naba ababesuka eTele-mela, eTele-haresha, eKherubhi, eAdon naseImere, kodwa abazange bakwazi ukulanda izindlu zootata babo nemvelaphi yabo, ukuze baqonde ukuba bangawo na amaSirayeli:+
59 Naba ababesuka eTele-mela, eTele-haresha, eKherubhi, eAdon naseImere, kodwa abazange bakwazi ukulanda izindlu zootata babo nemvelaphi yabo, ukuze baqonde ukuba bangawo na amaSirayeli:+