2 UYeshuwa+ unyana kaYehotsadaki, oogxa bakhe abangababingeleli, uZerubhabheli+ unyana kaShelatiyeli+ nabantakwabo baqalisa ukwakha isibingelelo soThixo kaSirayeli, ukuze bakwazi ukwenza imibingelelo etshiswayo kuso, kanye njengokuba kubhaliwe kuMthetho kaMoses+ indoda yoThixo wokwenene.