Ezra 3:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ngoko uYeshuwa, oonyana bakhe nabantakwabo, uKademiyeli noonyana bakhe noonyana bakaYuda baba ngabaphathi bomsebenzi wendlu yoThixo wokwenene, kunye noonyana bakaHenadadi,+ oonyana babo nabantakwabo abaLevi.
9 Ngoko uYeshuwa, oonyana bakhe nabantakwabo, uKademiyeli noonyana bakhe noonyana bakaYuda baba ngabaphathi bomsebenzi wendlu yoThixo wokwenene, kunye noonyana bakaHenadadi,+ oonyana babo nabantakwabo abaLevi.