Ezra 3:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Uninzi lwamaxhego awayeyibonile indlu yokuqala,+ angababingeleli, abaLevi neentloko zezindlu, akhala kakhulu akubona isiseko sale ndlu sigqityiwe, babe abanye abantu bekhwaza kakhulu bevuya.+ Ezra ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:12 IMboniselo,1/15/2006, iphe. 18
12 Uninzi lwamaxhego awayeyibonile indlu yokuqala,+ angababingeleli, abaLevi neentloko zezindlu, akhala kakhulu akubona isiseko sale ndlu sigqityiwe, babe abanye abantu bekhwaza kakhulu bevuya.+