Ezra 5:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 UZerubhabheli+ unyana kaShelatiyeli noYeshuwa+ unyana kaYehotsadaki baqala ngoko ukwakha indlu kaThixo+ eyayiseYerusalem; ibe babekunye nabaprofeti bakaThixo, bebaxhasa.+
2 UZerubhabheli+ unyana kaShelatiyeli noYeshuwa+ unyana kaYehotsadaki baqala ngoko ukwakha indlu kaThixo+ eyayiseYerusalem; ibe babekunye nabaprofeti bakaThixo, bebaxhasa.+