Ezra 5:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Kodwa oobawo bamcaphukisa uThixo wamazulu,+ waza wabanikela esandleni sikaKumkani uNebhukadenetsare+ waseBhabhiloni, umKhaledi, owaye wayichitha le ndlu,+ waza wathimbela abantu eBhabhiloni.+
12 Kodwa oobawo bamcaphukisa uThixo wamazulu,+ waza wabanikela esandleni sikaKumkani uNebhukadenetsare+ waseBhabhiloni, umKhaledi, owaye wayichitha le ndlu,+ waza wathimbela abantu eBhabhiloni.+