Ezra 6:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 “Wena ke Tatenayi mlawuli waPhesheya KoMlambo,* nawe Sheta-bhozenayi nabantu enisebenza nabo abangabaphathi baPhesheya KoMlambo,+ hlukanani nabo.
6 “Wena ke Tatenayi mlawuli waPhesheya KoMlambo,* nawe Sheta-bhozenayi nabantu enisebenza nabo abangabaphathi baPhesheya KoMlambo,+ hlukanani nabo.