Ezra 6:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Emva koko uTatenayi umlawuli wommandla oPhesheya KoMlambo, uSheta-bhozenayi+ nabantu awayesebenza nabo, bazenza ngokukhawuleza zonke izinto ababeziyalelwe nguKumkani uDariyo.
13 Emva koko uTatenayi umlawuli wommandla oPhesheya KoMlambo, uSheta-bhozenayi+ nabantu awayesebenza nabo, bazenza ngokukhawuleza zonke izinto ababeziyalelwe nguKumkani uDariyo.